2 Kings 14:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOMNYAKA wesibini ka‐Yohashe unyana ka‐Yehowahazi ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Amatsiya unyana ka‐Yohashe ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wesibini kaYehohashe unyana kaYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAmatsiya, unyana kaYowashe ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesibini kaYowashe unyana kaYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAmatsiya, unyana kaYowashe ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ke ngonyaka wesibini wolawulo lukaYehowashe unyana kaYowahazi ukumkani wakwaSirayeli, waqalisa ukulawula kwaJuda uAmaziya unyana kaYowashe.