2 Kings 14:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uwabetile okunene ama‐Edome, ngako intliziyo yako ikupakamisile: qa̔yisela oku, uhlale ekaya; ngokuba kunganina ukuba uya kulwa nelishwa, ukuze uwe, kwa wena no‐Juda kunye nawe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uwabulele okunene amaEdom, yakuphakamisa intliziyo yakho;zuka ngaloo nto uhlale endlwini yakho. Yini na ukuba ufekethe ngobubi, uwe, wena namaYuda anawe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uwoyisile uEdom, yakhukhumala intliziyo yakho; hlonipha oku, kwaye uhlale ekhaya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uwoyisile amaEdom; ngoku unekratshi. Zingce ngoloyiso olo, kodwa uhlale ekhaya! Ngani ukuba uziqhwayele inkathazo eya kukukhahlela phantsi wena ndawonye noJuda?”