2 Kings 14:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati o‐Juda boyiswa pambi kwo‐Sirayeli; basuka besaba baya abanye ngabanye ezintenteni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aqondiswa ke amaYuda ngamaSirayeli; yangulowo wasabela ententeni yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYuda wavutha ngumsindo kuSirayeli; basaba elowo waya ententeni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda ke wavuthululwa nguSirayeli, yaza ke yayileyo indoda yabalekela kowayo.