2 Kings 14:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yehohashe walala noyise bake, wancw̔atywa e‐Samariya ndawonye nokumkani bo‐Sirayeli; waza u‐Jerobome unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uYehohashe kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari, ndawonye nookumkani bakwaSirayeli. UYarobheham, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYowashe walala kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari kookumkani bakwaSirayeli unyana wakhe uYerobhoham waqalisa ukulawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYehowashe waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya phakathi kookumkani bakwaSirayeli. UJerobhowam unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.