2 Kings 14:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye besenza ngakuye ingcebiswano e‐Yerusaleme; wesaba waya e‐Lakishe; kodwa batumela emva kwake e‐Lakishe, bambulala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamceba eYerusalem, wasabela eLakishe, Bamsukela, bamfumana eLakishe, bambulalela khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamceba eYerusalem, wasabela eLakishe; bathumela emva kwakhe eLakishe, bambulalela khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bamenzela iyelenqe eJerusalem, waza wabalekela eLakishe, kodwa bamsukela, bamfumana eLakishe, bambulala khona.