2 Kings 14:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova; akapambuka kuzo zonke izono zika‐Jerobome unyana ka‐Nebati, owenzayo o‐Sirayeli bone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zonke zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza okubi emehlweni kaYehova, akatyeka kuzo zonke izono zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kuba akashenxanga nakwesinye kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.