2 Kings 14:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova ebebona ubunzima bo‐Sirayeli ukuba buṙaṙa kakulu; ngokuba bekungeko ovaliweyo, bekungeko nokululekileyo, bekungeko namncedi kanjalo ko‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova wakubona ukubandezelwa kwamaSirayeli ukuba kukrakra kakhulu, uphelile ovalelweyo, uphelile ovulelweyo, kungekho namncedi kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakubona uYehova ukuba kukrakra kunene kwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uNdikhoyo wabubona ubuhlungu awayekubo amaSirayeli ephela, akhululekileyo namakhoboka. Ewe, ayebandezelekile kungekho bani wokuwasiza.