2 Kings 14:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova engatshongo ukuba wolicima igama lo‐Sirayeli kwa pantsi kwezulu; kodwa wabasindisa ngesandla sika‐Jerobome unyana ka‐Yohashe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova akatshongo ukuthi, uya kulicima igama lamaSirayeli phantsi kwezulu; wawasindisa ke ngesandla sikaYarobheham unyana kaYehohashe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova akazange athi uya kutshabalalisa igama likaSirayeli phantsi kwamazulu, kodwa wamsindisa ngesandla sikaYerobhoham unyana kaYowashe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukanti ke uNdikhoyo wayengatshongo ukuba uya kulibhangisa kuphele igama likaSirayeli ehlabathini, ngoko ke wamhlangula uSirayeli ngesandla sikaJerobhowam unyana kaYehowashe.