2 Kings 14:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Jerobome walala noyise bake, ndawonye nokumkani bo‐Sirayeli; waza u‐Zekariya unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uYarobheham kooyise, kookumkani bakwaSirayeli;uZekariya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala uYarobheham kooyise, nookumkani bakwaSirayeli; unyana wakhe uZekariya waqalisa ukulawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJerobhowam waya kuphumla kooyise, ookumkani bakwaSirayeli, kwaza ke esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uZakariya.