2 Kings 14:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko indawo ezipakamileyo bezingasuswa; abantu basabinga baqumisa ezindaweni ezipakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa zona iziganga azisuswanga; abantu babesabingelela beqhumisela ezingangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke zona iindawo eziphakamileyo zonqulo zange zitshitshiswe, kodwa abantu babesabingelela beqhumisela ezigangeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iindawo eziphakamileyo zonqulo zange zibhangiswe; abantu baqhubela phambili, banikela amadini, besenza neziqhumiso khona.