2 Kings 14:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, okuya ubukumkani bebuqinile esandleni sake, wabulala izicaka zake ezibe zimbulele ukumkani uyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, bakuqiniseka ubukumkani esandleni sakhe, wababulala abakhonzi bakhe ababembulele ukumkani uyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, bakuqiniseka ubukumkani esandleni sakhe, wababulala abakhonzi bakhe abambulalayo ukumkani uyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi wakuba umilile umbuso wakhe wawabulala loo maphakathi ayebulele uyise.