2 Kings 14:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oko watuma u‐Amatsiya isigidimi ukuya ku‐Yehohashe, unyana ka‐Yehowahazi unyana ka‐Jehu, ukumkani wo‐Sirayeli, ukuti: Yiza, sibonane ngobuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza uAmatsiya wathumela abathunywa kuYehohashe, unyana kaYehowahazi, unyana kaYehu, ukumkani wakwaSirayeli, esithi, Yiza siqwalaselane ngamehlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAmatsiya wathumela abathunywa kuYowashe, unyana kaYowahazi, unyana kaYehu, ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Yiza sijongane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAmaziya ukumkani wakwaJuda wathumela izigidimi kuYehowashe unyana kaYowahazi kaYehu ukumkani wakwaSirayeli, ecel' umngeni, esithi: “Yiza sihlangane!”