2 Kings 15:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOMNYAKA wamashumi mabini anesixe̔nxe ka‐Jerobome ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Hazariya unyana ka‐Amatsiya ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wamashumi omabini anesixhenxe kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAzariya, unyana ka-Amatsiya ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wamashumi omabini anesixhenxe kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAzariya, unyana ka-Amatsiya, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ngonyaka wamashumi amabini anesixhenxe uJerobhowam engukumkani kwaSirayeli, uAzariya unyana ka-Amaziya waqalisa ukulawula kwaJuda.