2 Kings 15:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Shalume unyana ka‐Yabeshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi matatu anesitoba ka‐Huziya ukumkani wo‐Juda; wayepata ubukumkani inyanga ipela e‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba kaUziya ukumkani wakwaYuda. Waba ngukumkani inyanga iphela kwaSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi omathathu anesibhozo kaUziya ukumkani wakwaYuda; waba ngukumkani kwaSamari inyanga yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani wakwaSirayeli kunyaka wamashumi amathathu anethoba u-Uziya engukumkani wakwaJuda, walawula inyanga yanye eSamariya.