2 Kings 15:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Menaheme unyana ka‐Gadi wenyuka e‐Tiretsa, weza e‐Samariya, wambeta u‐Shalume unyana ka‐Yabeshe e‐Samariya, wambulala, waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka uMenahem unyana kaGadi, esuka eTirtsa, waya kwaSamari, wamxabela uShalum unyana kaYabheshe kwaSamari, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka uMenahem unyana kaGadi, esuka eTirtsa, weza kwaSamari, wambulala uShalum unyana kaYabheshe kwaSamari, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwasuka uMenahem unyana kaGadi eTirza, waya eSamariya, wafika wahlasela uShalum, unyana kaYabheshe, wambulala, waza wangena esikhundleni sakhe.