2 Kings 15:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesisalela semicimbi ka‐Menaheme, nako konke abekwenza, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Sirayeli?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaMenahem, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zithini na ezinye izinto zikaMenahem, nako konke awakwenzayo, ndithi, nanzo zibhaliwe encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye zeziganeko zolawulo lukaMenahem nayo yonke imisebenzi yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.