2 Kings 15:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomnyaka wamashumi mahlanu ka‐Hazariya ukumkani wo‐Juda, waba ngukumkani u‐Pekahiya unyana ka‐Menaheme pezu kwo‐Sirayeli e‐Samariya, wapata ubukumkani iminyaka yamibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wamashumi omahlanu ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uPekaya, unyana kaMenahem, kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yamibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wamashumi omahlanu ka-Asariya ukumkani wakwaYuda, uPekakiya, unyana kaMenahem, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka emibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka wamashumi amahlanu elawula kwaJuda uAzariya, uPekaya unyana kaMenahem waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya, waza walawula iminyaka emibini.