2 Kings 15:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOMNYAKA wesibini ka‐Pekahi unyana ka‐Remaliya ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Yotame unyana ka‐Huziya ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uYotam unyana kaUziya, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uYotam, unyana ka-Uziya, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka wesibini kaPeka unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli, uYotam unyana kaUziya wakwaJuda waqalisa ukulawula.