2 Kings 15:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaleyomihla waqala uyehova ukutuma ngakwo‐Juda, u‐Retsine ukumkani we‐Siriya, no‐Pekahi unyana ka‐Remaliya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mihla waqala uYehova ukuthumela kwaYuda uRetsin, ukumkani wakwa-Aram, noPeka unyana kaRemaliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mihla waqala uYehova ukuthumela uRetsin, ukumkani wakwa-Aram, noPeka, unyana kaRemaliya, ukuba baye kulwa noYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mihla uNdikhoyo waxhokonxa uRezin ukumkani waseSiriya, ndawonye noPeka unyana kaRemaliya, baza bahlasela uJuda.