2 Kings 15:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada walala u‐Yotame noyise bake, wancw̔atywa noyise bake esixekweni sika‐Davide uyise; waza u‐Ahazi unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uYotam kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide uyise; uAhazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYotam walala kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide uyise unyana wakhe uAhazi walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYotam ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide uyise. Ke uAhazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.