2 Kings 15:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa indawo ezipakamileyo bezingasuswa; abantu basabinga baqumisa ezindaweni ezipakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa azisuswanga iziganga; abantu babesabingelela beqhumisela ezigangeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphandle kokuba iindawo eziphakamileyo azizange zishenxiswe, abantu babesabingelela kwiindawo eziphakamileyo yaye babenyusa neziqhumiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona iindawo eziphakamileyo zonqulo zange zibhangiswe; abantu baqhubela phambili besenza amadini neziqhumiso apho kuzo.