2 Kings 15:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesisalela semicimbi ka‐Hazariya, nako konke abekwenza, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Juda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zika-Azariya, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zika-Azariya, nako konke awakwenzayo, ndithi, zibhaliwe na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye zeziganeko zolawulo luka-Azariya, nayo yonke imisebenzi yakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.