2 Kings 16:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomnyaka weshumi linesixe̔nxe ka‐Pekahi unyana ka‐Remaliya, waba ngukumkani u‐Ahazi unyana ka‐Yotame ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kaPeka unyana kaRemaliya, waba ngukumkani uAhazi, unyana kaYotam, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kaPeka unyana kaRemaliya, waba ngukumkani uAhazi, unyana kaYotam, ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesixhenxe elawula uPeka unyana kaRemaliya kwaSirayeli, uAhazi unyana kaYotam ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula kwelakwaJuda.