2 Kings 16:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuvela ukumkani e‐Damakusi, wandula ukumkani wasibona isibingelo; waza ukumkani wasondela kuso isibingelo, wanikela pezu kwaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza ukumkani evela eDamasko, wasibona ukumkani isibingelelo eso; wasondela ukumkani kuso isibingelelo, wenyuka waya kuso;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe akufika ukumkani evela eDamasko, wasibona ukumkani isibingelelo eso, yaye ukumkani waya esibingelelweni waza wabingelela phezu kwaso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekubuyeni kwakhe ke, ukumkani walibona iqonga elo, waza wenza amadini kulo.