2 Kings 16:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada walala u‐Ahazi noyise bake, wancw̔atywa noyise bake esixekweni sika‐Davide; waza u‐Hezekiya unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uAhazi kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide; waba ngukumkani uHezekiya unyana wakhe esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide; uHezekiya unyana wakhe waqalisa ukulawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAhazi waya kuphumla kunye nooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uHezekiya.