2 Kings 17:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba belukonza izitixwana, abete uyehova kulo ngazo: Aniyi kuyenza lento.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bakhonza izigodo ezizizithixo, wathi uYehova kubo, Ize ningazenzi ezo nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bakhonza izithixo, awayethe uYehova kubo: Ize ningakwenzi oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ayenqula *izithixo, nangona uNdikhoyo wayethe: “Ze ningayenzi into enjalo.”