2 Kings 17:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesenza okukohlakeleyo emehlweni kayehova; kodwa bekungenjengabo okumkani bo‐Sirayeli abebeko pambili kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza okubi emehlweni kaYehova; noko akaba njengookumkani bakwaSirayeli ababephambi kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza okubi emehlweni kaYehova, kodwa kungekhona njengookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, kambe ke noko akafananga nookumkani bakwaSirayeli ababemandulele.