2 Kings 17:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwenyuka ngakuye u‐Shalemanesere ukumkani we‐Asiriya; waza u‐Hosheha waba ngumkonzi wake, wanikela kuye umnikelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UShalemanesere ukumkani waseAsiriya wenyuka, wamfikela uHoseya; waba ngumkhonzi wakhe, wamana emrholela iminikelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uShalemanesere ukumkani waseAsiriya walwa naye; uHoseya waba ngumkhonzi wakhe, wampha izipho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uShalmanesere ukumkani waseAsiriya wahlasela uHosheya owayekade ephantsi kwakhe emnika imirhumo.