2 Kings 17:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamoyika uyehova kanjalo, bazenzela abaperisite bendawo ezipakamileyo kulo lonke inani labo, ababenzelayo amadini ezindlwini zendawo ezipakamileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ebemoyika noYehova; azenzela eluntwini lonke ababingeleli beziganga, ababenzela amadini ezindlwini zeziganga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayamoyika uYehova, babamisele ababingeleli abakhulu abaphuma phantsi kwabo, babaqhumisele ezindlwini eziphakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babemnqula yena uNdikhoyo, kodwa kananjalo bamisela abantu babo ukuze babe ngababingeleli kwiindawo zonqulo eziphakamileyo.