2 Kings 17:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko uyehova, utixo wenu, niya kumoyika: waye yena eya kunihlangula esandleni sazo zonke intshaba zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NguYehova uThixo wenu yedwa eniya koyika yena;wonihlangula esandleni seentshaba zenu yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa moyike uYehova uThixo wakho; anisindise esandleni seentshaba zenu zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuphela nqulani uNdikhoyo uThixo wenu, kuba nguye yedwa oya kunihlangula kuzo zonke iintshaba zenu.”