2 Kings 18:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAZA kwati ngomnyaka wesitatu ka‐Hosheha unyana ka‐Ela ukumkani wo‐Sirayeli, waba ngukumkani u‐Hezekiya unyana ka‐Ahazi ukumkani wo‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomnyaka wesithathu kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uHezekiya, unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesithathu kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uHezekiya, unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, uHezekiya unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula.