2 Kings 18:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ngoweshumi linesine umnyaka wokumkani u‐Hezekiya, wenyuka u‐Senakeribe ukumkani we‐Asiriya ngakuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwa‐Juda, wazibamba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ngomnyaka weshumi elinesine wokumkani uHezekiya, wenyuka uSaneribhe, ukumkani waseAsiriya, waya kuyo yonke imizi enqatyisiweyo yakwaYuda, wayithabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe ukumkani waseAsiriya wazihlasela zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngonyaka weshumi elinesine wokulawula kukakumkani uHezekiya, ukumkani waseAsiriya uSenakeribhe wazihlasela wazithimba zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaJuda.