2 Kings 18:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho ukumkani ukuti: Maningakohliswa ngu‐Hezekiya; ngokuba eya kukohlwa kukunisindisa esandleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uthi ukumkani, Makanganilukuhli uHezekiya; ngokuba akayi kuba nako nkunihlangula esandleni sam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Makanganilukuhli uHezekiya, ngokuba akayi kuba nako ukunihlangula esandleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uthi: ‘Sanukukhohliswa nguHezekiya lo! Akanako ukunihlangula esandleni sam.