2 Kings 18:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko abantu bati cwaka, bengampendulanga nangazwi: ngokuba umyalelo wokumkani ubungowokuti: Aniyi kumpendula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi tu abantu, abamphendula nalizwi; ngokuba umthetho wokumkani wona ubusithi, Ize ningamphenduli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi tu abantu, abamphendula; ngokuba ilizwi lokumkani belisithi, Ze ningamphenduli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke bona abantu abo bathula bathi cwaka, abaphendula, kuba kaloku ukumkani uHezekiya wayebayalile wathi: “Ze ningamphenduli.”