2 Kings 18:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova ebenaye; apo wapumela kona watamsanqeleka: kanjalo wavukela ngakuye ukumkani we‐Asiriya, waza akamkonza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova waba naye; wenza ngengqiqo ezintweni zonke aziphumeleyo. Wagwilika kukumkani waseAsiriya, akamkhonza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova waba naye; naphi na apho aya khona, waphumelela, wagwilika kukumkani waseAsiriya, akamkhonza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNdikhoyo waba ngakuye, wamphumelelisa nakuyiphi na into ayenzayo. Wayivukela ikumkani yaseAsiriya, akavuma ukuyibusa.