2 Kings 18:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati ngomnyaka wesine wokumkani u‐Hezekiya, obungumnyaka wesixe̔nxe ka‐Hosheha unyana ka‐Ela ukumkani wo‐Sirayeli, wenyuka u‐Shalemanesere ukumkani we‐Asiriya ngakuyo i‐Samariya, wayivingcela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomnyaka wesine wokumkani uHezekiya (lowo ngumnyaka wesixhenxe kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli), wenyuka uShalemanesere, ukumkani waseAsiriya, wawufikela umzi wakwaSamari, wawungqinga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesine wokumkani uHezekiya, kwaba ngumnyaka wesixhenxe kaHoseya unyana kaEla, ukumkani wakwaSirayeli, uShalmanesere, ukumkani waseAsiriya, wayifikela iSamari, wayingqinga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi kunyaka wesine kakumkani uHezekiya owawungunyaka wesixhenxe kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, ukumkani waseAsiriya uShalmanesere wahlasela iSamariya wayingqinga.