2 Kings 19:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ukuvile oko bakwenzileyo okumkani be‐Asiriya kuwo onke amazwe, ngokuwalahlela ekutshatyalalisweni; kekaloku wena uya kusindiswa ke na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, ukuvile wena oko bakwenzayo ookumkani baseAsiriya kumazwe onke, ukuba bawaphanzisa. Uya kuhlangulwa na ke wena?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, ukuvile wena abakwenzayo ookumkani baseAsiriya kumazwe onke, ngokuwatshabhisa; kwaye uya kusindiswa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku sowuzivile izigigaba zokumkani waseAsiriya kwezinye izizwe; uyazi ukuba wazibhukuqa wazitshabalalisa tu. Ke wena uthi uya kusinda njani?