2 Kings 19:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akuva ngaye u‐Tiraka ukumkani we‐Tiyopiya, kusitwa: Bona ke, upumile ukuza kulwa nawe; wandula wabuya watuma izigidimi ku‐Hezekiya, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva kusithiwa ngoTiraka, ukumkani wakwaKushi, Nanko ephuma eza kulwa nawe. Wabuya wathumela abathunywa kuHezekiya, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akuva ngoTiraka, ukumkani wakwaKushi, Nanko ephuma eza kulwa nawe; wabuya wathuma abathunywa kuHezekiya, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uSenakeribhe wafumana udaba oluthi uTiraka, umKushe ongukumkani waseJiputa, nanko ehlasela iAsiriya. Ngoko ke waphinda wathumela kuHezekiya esithi: