2 Kings 2:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa babuyeleyo kuye, (ngokuba ebesahlala e‐Jeriko,) wandula wati kubo: Bendingati kuni na: Ningayi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuya eza kuye; waye eseYeriko, wathi kuwo, Ndibe ndingatshongo na kuni ukuthi, Musani ukuya?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akufika kuye, ehleli eYeriko, wathi kuwo, Ndibe ndingatshongo na kuni ukuthi, Musani ukuya?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe ke akubuya engamfumananga, eza kuElisha owayehlala eJeriko, waza ke yena wathi kuwo: “Bendingatshongo na ukuba sanukuya?”