2 Kings 2:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza amadoda esixeko ati ku‐Elisha: Bona ke, intlalo yesisixeko ilungile, njengokuba inkosi yam ibona; kodwa amanzi mabi, nomhlaba uputile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi amadoda aloo mzi kuElisha, Uyabona, ukuma kwalo mzi kuhle, njengoko ibonayo inkosi yethu; ke amanzi mabi, nalo mhlaba awuniki nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi amadoda aloo mzi kuElisha, Uyabona, ukuma kwalo mzi kuhle, njengoko ibonayo inkosi yam; ke amanzi akanamntu, nelizwe lilugwadule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke amadoda eso sixeko athetha noElisha athi: “Mnumzana, uyayibona nawe le dolophu yethu ukuba imi endaweni entle, kodwa ke amanzi ayo mabi, nomhlaba wayo awunamveliso.”