2 Kings 2:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo kwapiliswa amanzi lawo kwada kwanamhla nje, njengelizwi lika‐Elisha owabelitetile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphila ke amanzi lawo unanamhla, ngokwelizwi likaElisha awalithethayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amanzi lawo aphila unanamhla, ngokwelizwi likaElisha awalithethayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangoku ke loo manzi atsho anempilo unanamhlanje, ngokwelo lizwi lathethwa nguElisha.