2 Kings 2:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula onyana babaprofite abebese‐Betele bapumela ku‐Elisha, bati kuye: Uyakwazi na ukuba uyehova uya kususa inkosi yako namhla entlokweni yako? Wayesiti: Ewe, ndiyakwazi; yitini cwaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphuma oonyana babaprofeti, ababeseBheteli, baya kuElisha, bathi kuye, Uyazi na kodwa ukuba namhlanje uyayisusa uYehova inkosi yakho entlokweni yakho? Wathi, Ndiyayazi loo nto;yithini cwaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphuma oonyana babaprofeti baseBheteli, baya kuElisha, bathi kuye, Uyazi na kodwa ukuba kutheni na namhlanje uYehova ayisuse inkosi yakho entlokweni yakho? Waphendula ke yena wathi, Ewe, ndiyazi; thula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke abashumayeli ababelapho eBhetele beza kuElisha, bathi kuye: “Uyaqonda nje ukuba uNdikhoyo uza kuyithatha le nkosi yakho namhlanje?” UElisha wathi: “Ewe, ndiyazi; kodwa ke musani ukuyiphatha loo ndawo!”