2 Kings 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Elija kuye: Elisha! kauhlale apa; ngokuba uyehova enditumile ukuya e‐Jeriko. Kodwa wati: Ehleli nje uyehova, uhleli nje nompefumlo wako, andiyi kukushiya! Baye besiza e‐Jeriko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEliya kuye, Elisha, khawuhlale apha; ngokuba uYehova undithume eYeriko. Wathi, Ehleli nje uYehova, uhleli nje umphefumlo wakho, andiyi kwahlukana nawe. Bangena ke eYeriko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEliya kuye, Elisha, hlala apha; ngokuba uYehova undithume eYeriko. Wathi yena, NgoYehova ovayo, nangomphefumlo wakho ophilileyo, andiyi kwahlukana nawe. Bafika eYeriko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliya ke wathi kuElisha: “Hlala apha, mna uNdikhoyo undithume eJeriko.” UElisha wathi: “Ngenene, ngenene, ekho nje uNdikhoyo, nawe ukho nje, andiyi kwahlukana nawe.” Ngoko ke bahamba baya eJeriko.