2 Kings 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Elija watabata ingubo yake, wayisonga, wawabeta amanzi, ahluka wona nalapa napaya; bada bona bobabini bawela pezu kwowomileyo umhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEliya wayithabatha ingubo yakhe enkulu, wayisonga, wabetha ngayo emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; bawela bobabini komile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEliya wayithabatha ingubo yakhe yangaphezulu, wayisonga, wabetha ngayo emanzini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke Eliya wawuthatha umnweba wakhe, wawusonga, waza wawabetha ngawo amanzi. Amanzi ke ahlukana kubini, asinga kweli cala nakweliya, baza ke bobabini bawela emhlabeni owomileyo.