2 Kings 20:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngeloxesha watuma u‐Berodaki?-?baladane, unyana ka‐Baladane, ukumkani we‐Babilone, incwadi nebaso ku‐Hezekiya: ngokuba ebevile ukuba u‐Hezekiya ubesifa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngelo xesha uBherodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, ukumkani waseBhabheli, wathumela incwadi nomnikelo kuHezekiya;ngokuba ubevile ukuba uHezekiya ubesifa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngelo xesha uBherodage-Bhiladan unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni wathumela iileta nesipho kuHezekiya, ngenxa yokuba wayevile ukuba uHezekiya wayegula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ngelo xesha ukumkani waseBhabheli, uMerodaki-bhaladan unyana kaBhaladan, weva ukuba uHezekiya ubekhe wagula. Ngoko wambhalela iileta, wazithumela ngezigidimi kunye nesipho.