2 Kings 20:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula weza u‐Yisaya umprofite kukumkani u‐Hezekiya, wati kuye: Ate nina lamadoda? avela pina ukuza kuwe? Wati u‐Hezekiya: Avele elizweni elikude, e‐Babilone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya uIsaya umprofeti kukumkani uHezekiya, wathi kuye, Atheni na la madoda? Abevela ngaphi na ukuza kuwe? Wathi uHezekiya, Abevela ezweni elikude eBhabheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya umprofeti uIsaya kukumkani uHezekiya, wathi kuye, Atheni na la madoda? bevela phi na ukuza kuwe? Wathi uHezekiya, Baphuma ezweni elikude, eBhabheli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umshumayeli uIsaya ke waya kukumkani uHezekiya, wafika wabuza wathi: “La madoda ebevela phi, efuna ntoni khona?” UHezekiya uphendule wathi: “Aphuma kwelikude eBhabheli.”