2 Kings 20:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Hezekiya walala noyise bake; waza u‐Manase unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walala uHezekiya kooyise; uManase, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walala uHezekiya kooyise; uManase, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHezekiya ke waya kuphumla kooyise, waza ke unyana wakhe uManase wangukumkani esikhundleni sakhe.