2 Kings 21:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako oko, utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Bona ke, ndiya kuzisa ilishwa pezu kwe‐Yerusaleme no‐Juda, aya kuti osukuba eliva, indlebe zake zombini ziyakukenceza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngako oko utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yabona, ndiyizisela iYerusalem neYuda ububi, eziya kuthi nzwi iindlebe zombini zabo bonke ababuvayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Yabona, ndiyihlisela iYerusalem noYuda ububi, abaya kuthi bonke ababuvayo bavingce iindlebe zabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, utsho ukuthi: ‘Niyabona, iJerusalem ndawonye noJuda ndiza kuyithobela isithwakumbe esiya kubetha zithi nzwii iindlebe zakhe wonke umntu ophulaphuleyo.