2 Kings 21:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku isisalela semicimbi ka‐Manase, nako konke abekwenza, nesono sake wona ngaso, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Juda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaManase, nako konke awakwenzayo, nesono sakhe awonayo ngazo, asibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zikaManase, nako konke awakwenzayo, nesono sakhe awasenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ezinye zeziganeko zolawulo lukaManase, nayo yonke imisebenzi yakhe ikunye neso sono sakhe, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.