2 Kings 21:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wancw̔atywa encw̔abeni lake emyezweni ka‐Huza; wati u‐Josiya unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wangcwatyelwa engcwabeni lakhe, emyezweni kaUza. UYosiya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangcwatyelwa engcwabeni lakhe emhlabeni waseUsha, waba ngukumkani uYosiya, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangcwatyelwa engcwabeni lakhe emyezweni kaUza. Unyana wakhe uJosiya waba ngukumkani esikhundleni sakhe.